Ujeremiya 34:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Kambe ke, mhlekazi Zedekiya, kumkani wakwaJuda, live neli lizwi likaNdikhoyo. Utsho kuwe uNdikhoyo ukuthi: ‘Wena Zedekiya akuyi kufa ngekrele;

Ujeremiya 34

Ujeremiya 34:1-12