Ujeremiya 34:3 Ibhayibhile (XHO96)

Nawe akuyi kuphuncula: uza kubanjwa unikezelwe kuye. Uza kumbona ngamehlo ukumkani waseBhabheli, nithethe ubuso ngobuso, uhambe uye eBhabheli.’

Ujeremiya 34

Ujeremiya 34:1-4