Ujeremiya 34:19 Ibhayibhile (XHO96)

Iziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem kunye namaphakathi, ababingeleli kunye nabo bonke abantu beli lizwe abacande phakathi kwamacala ethole elahlulwe kubini,

Ujeremiya 34

Ujeremiya 34:11-20