Ujeremiya 34:18 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda awaphuleyo umnqophiso wam, akayifezekisa imiqathango yomnqophiso awawenza phambi kwam, ndowafanisa nethole awalahlula kubini, aza acanda phakathi kwaloo macala alo.

Ujeremiya 34

Ujeremiya 34:15-22