Ujeremiya 34:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ngoku nibuye nasityeshela eso sigqibo, nalinyelisa igama lam ngokubuya nibanyanzele nibenze amakhoboka abantu ebenisele nabakhulula baye apho bathanda ukuya khona.’

Ujeremiya 34

Ujeremiya 34:12-22