Ujeremiya 33:21 Ibhayibhile (XHO96)

ungaphela nomnqophiso wam nesicaka sam uDavide, angabi naye umzukulwana oya kulawula esikhundleni sakhe, kwangokunjalo nomnqophiso wam nabaLevi wokuba bahlale bendikhonza.

Ujeremiya 33

Ujeremiya 33:17-26