Ujeremiya 31:32 Ibhayibhile (XHO96)

Lo wona umnqophiso awuyi kufana nalowa ndawenzayo nookhokho babo mhla ndabathi chu ngesandla ndibakhupha eJiputa, mnqophiso lowo bangawugcinanga naxa ndandiyinkosi yabo.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 31

Ujeremiya 31:27-39