Ujeremiya 30:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kaloku lifikile ixesha lokupheliswa kokuthinjwa kwabantu bam amaSirayeli namaJuda. Ndiza kubabuyisela kumhlaba endawunika ooyise-mkhulu, babuye bawume kwakhona,’ utsho uNdikhoyo.”

Ujeremiya 30

Ujeremiya 30:1-10