Ujeremiya 30:16 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Kodwa ke bonke abaqwenga wena boqwengwa nabo;bonke abakuchasayo baya kusiwa ekuthinjweni.Bonke abakuphangayo nabo bophangwa;nabo bakwenza amaxhoba bokwenziwa amaxhoba nabo.

Ujeremiya 30

Ujeremiya 30:11-18