Ujeremiya 29:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wayinikela uElasa unyana kaShafan loo ncwadi, ekunye noGemariya unyana kaHilekiya, ababezizigidimi zikakumkani uZedekiya wakwaJuda awazithumayo eBhabheli kukumkani uNebhukadenezare. Wabhala wenjenje:

Ujeremiya 29

Ujeremiya 29:1-8