Ujeremiya 29:22 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abantu abasiwa ekuthinjweni eBhabheli, befuduswe eJerusalem, bothi xa befuna ukuqalekisa: ‘UNdikhoyo makakufanise noZedekiya noAhabhi abafakwa emlilweni behleli ngukumkani waseBhabheli.’

Ujeremiya 29

Ujeremiya 29:12-26