Ujeremiya 29:17 Ibhayibhile (XHO96)

utsho uNdikhoyo uSomandla-onke ukuthi: “Bona ndiza kubahlisela ikrele, nendlala, nobhubhani. Ndobatsho bafane namakhiwane angenakutyiwa ngenxa yokuba mabi kwawo.

Ujeremiya 29

Ujeremiya 29:7-20