Ujeremiya 28:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngeminyaka emibini ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaNdikhoyo eyathathwa yasiwa eBhabheli ngukumkani waseBhabheli uNebhukadenezare.

Ujeremiya 28

Ujeremiya 28:1-4