Ujeremiya 28:16-17 Ibhayibhile (XHO96)

16. Utsho ke kuwe uNdikhoyo ukuthi: ‘Uyabona, ndiza kukususa wena phezu komhlaba. Ungekapheli lo nyaka, uza kufa wena, kuba ufundisa abantu ukukreqa kuNdikhoyo.’ ”

17. Wabhubha ngenyanga yesixhenxe kwakuloo nyaka umshumayeli uHananiya.

Ujeremiya 28