Ujeremiya 28:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangaloo nyaka, ngenyanga yesihlanu, kunyaka wesine elawula uZedekiya ukumkani wakwaJuda, uHananiya unyana ka-Azure waseGibheyon wathi kum, sisendlwini *kaNdikhoyo, ngaphambi kwababingeleli nabantu bonke:

Ujeremiya 28

Ujeremiya 28:1-6