Ujeremiya 26:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke nize nazi kakuhle ukuba xa nindibulala noba netyala lokuphalaza igazi elimsulwa, nikunye nesi sixeko nabemi baso, kuba mna ngenene ndithunywe nguNdikhoyo ukuba ndize kuwathetha kuni la mazwi niwevileyo.”

Ujeremiya 26

Ujeremiya 26:8-19