Ujeremiya 26:10 Ibhayibhile (XHO96)

Zithe ezi ndaba zakufika kwiziphathamandla zakwaJuda, zatsho zagxalathelana ukusuka ebhotwe, zisiya endlwini kaNdikhoyo, zafika zaya kutsho ezihlalweni zazo ngakwiSango eLitsha lendlu kaNdikhoyo.

Ujeremiya 26

Ujeremiya 26:1-12