Ujeremiya 25:26 Ibhayibhile (XHO96)

nabo bonke ookumkani basemantla, abakude nabakufuphi ngokulandelelana. Zonke izizwe eziphezu komhlaba zimelwe kukusela kuloo bhekile yengqumbo kaThixo. Ekugqibeleni ke iya kuba ngukumkani waseSheshaki oya kusela.

Ujeremiya 25

Ujeremiya 25:17-35