Ujeremiya 24:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndobafaka intliziyo endiqondayo, bazi ukuba uNdikhoyo ndim. Baya kwandula ke ukuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wabo, kuba kaloku bobuyela kum ngomxhelo wabo wonke.

Ujeremiya 24

Ujeremiya 24:1-10