Ukuba bebekho kwigqugula lam ngebewavakalisa amazwi am endiwabhekisa ebantwini bam.Ngebebajikile kwiindlela zabo ezimbinakwizenzo zabo ezikhohlakeleyo.