Ujeremiya 22:30 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho uNdikhoyo ukuthi:“Lo mfo mbaleleni ekuthini ungongenanzala,into engayi kuba nankqubela lo gama isekhoyo.Nakwinzala yakhe akukho bani uya kuba nempumelelo,kungekho namnye oya kuhlala esihlalweni sikaDavide, alawule kwaJuda.”

Ujeremiya 22

Ujeremiya 22:20-30