Ujeremiya 22:16 Ibhayibhile (XHO96)

Wayeyibonelela imeko yamahlwempu neembedlenge,waza kuyo yonke loo nto waba nempumelelo.Kunjalo ke ukwazana nam.”Lowo ngumlomo *kaNdikhoyo.

Ujeremiya 22

Ujeremiya 22:11-23