Ujeremiya 20:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngengomso uthe uJeremiya akukhululwa nguPashure ekukhonkxweni, wabhekisa kumbingeleli lowo wathi: “Igama akunike lona wena uNdikhoyo asinguye uPashure, nguNxunguphele-jikelele.

Ujeremiya 20

Ujeremiya 20:1-10