Ujeremiya 17:20 Ibhayibhile (XHO96)

Uze uthi kubo: ‘Liveni ilizwi likaNdikhoyo, nina kumkani bakwaJuda, nani bantu bakwaJuda xa ninonke, nabani na ongummi waseJerusalem ongenayo ngala masango.

Ujeremiya 17

Ujeremiya 17:16-25