nditsho ukukrexeza kwakho,nokuthabatheka kwakho yinkanuko,ukukhanuka kwakho ezindle,namanyala okuhenyuza kwakho.Ndiwabonile amanyundululu akho ezindulini endle.Mawoo, Jerusalem!Hayi ukungcola kwakho!Kuya kude kube nini na unje!”