Ujeremiya 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu bakwaJuda nabaseJerusalem baya kuya kwabo thixo bebekade bebenzela iziqhumiso, bakhale kubo becela kubo uncedo. Kodwa abayi kuzuza luncedo kwabo thixo ngomhla weshwangusha.

Ujeremiya 11

Ujeremiya 11:7-22