Ujeremiya 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

nangexesha likaJoyakim unyana kaJosiya ukumkani wakwaJuda, kwada kwangunyaka weshumi elinanye uZedekiya unyana kaJosiya elawula kwaJuda, bada abantu baseJerusalem bathinjwa ngenyanga yesihlanu.

Ujeremiya 1

Ujeremiya 1:1-6