Ujeremiya 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke wena qinisa umbhinqo, usuke uye kubaxelela konke endikuyalele kona. Uze ungoyiki ngokoyikiswa ngabo, hleze mna ndikwenze ugubhe phambi kwabo.

Ujeremiya 1

Ujeremiya 1:10-19