Uisaya 7:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku intloko yama-Aram yiDamasko,ibe ke yona intloko yeDamasko nguRezin.Okokwakhe ke uSirayeli,kwisithuba nje samashumi amathandathu anantlanu eminyaka,uya kuvuthuluka kungasali nempunde le –ewe, buya kubhanga ubuzwe bakhe.

Uisaya 7

Uisaya 7:3-16