Uisaya 7:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kwezo ntili apho kwakufudula kulinywa khona kuya kuba kwene ngangokuba kungabi nakusondela mntu khona. Ewe, amasimi abo selejike angamadlelo eenkomo kwaneegusha.”

Uisaya 7

Uisaya 7:16-25