Uisaya 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wakwaJuda uthe akulufumana udaba lokuba imikhosi yama-Aram seyingxange kumhlaba wakwaSirayeli, akoyika wangcangcazela, yena nabantu bakhe, okwemithi ishukunyiswa ngumoya.

Uisaya 7

Uisaya 7:1-11