Uisaya 66:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wakha wayiva phi ke into enjalo?Sakhe sabonwa phi isimanga esinjalo?Sisizwe saphi esivela ngamini-nye?Sizwe sini esiqingqwa ngomzuzwana nje?Ewe, akuyi kuba kudala iZiyon ilunywa,ingasivelisanga isizwe,ingambelekanga lo mntwana.

Uisaya 66

Uisaya 66:4-9