Uisaya 66:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke nina balihlonelayo ilizwi lakhe,uNdikhoyo uthethe ngolu hlobo:“Ngenxa yokunyaniseka kwenu kumabanye kumawenu banithiyile.Abasanifuni nganto;ungafika beningcikiva besithi:‘UNdikhoyo makabonakalise ubukhulu bakhe;ewe, makanisindise sibone kaloku,nathi khe sinibukele nonwabile.’Kambe ke ngabo abaza kungena ehlazweni.

Uisaya 66

Uisaya 66:1-7