Uisaya 66:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke abenjenjalo ndiza kubazisela ishwangusha,ndibathobele ezi zinto bazoyika gqitha,kuba ndibe ngakhwaza abasabela,ndaba ngathetha bona abaphulaphula,suka benza izinto ezingamanyondololo,bakhetha ezo zinto ndingazithandiyo.”

Uisaya 66

Uisaya 66:1-9