Uisaya 65:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ingcuka netakane ziya kutya ndawonye,ingonyama igramze ingca njengenkomo,yona inyoka itye uthuli.Inene akusayi kubakho owonayo notshabalalisayoeZiyon intaba yam eyodwa.”Lowo ke ngumlomo kaNdikhoyo.

Uisaya 65

Uisaya 65:19-25