Uisaya 65:23 Ibhayibhile (XHO96)

Bona abasayi kusebenzela ilize,bengasayi kuzalela isithwakumbe;koko boba ngabantu abathamsanqelweyo nguNdikhoyo,ngokunjalo nezizukulwana zabo.

Uisaya 65

Uisaya 65:16-25