Uisaya 63:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wena unguTata wethu,nakuba singaziwa nje nguAbraham;ukanti noSirayeli akasihoyi.Kambe ke wena, Ndikhoyo, unguBawo;wena waba nguMkhululi wethu kwamandulo.

Uisaya 63

Uisaya 63:9-19