Uisaya 61:9 Ibhayibhile (XHO96)

Isizukulwana sabo soba ngoodumezweni,inzala yabo yaziwe naziintlanga.Bonke abababonayo baya kuvuma bathi:‘Luhlanga oluthamsanqelweyo nguNdikhoyo.’ ”

Uisaya 61

Uisaya 61:1-11