Uisaya 61:4 Ibhayibhile (XHO96)

Bona baya kuzivusa izixeko zamandulo,bawavumbulule namabhodlo asel' adilizwa.Baya kuzakha izixeko esezingamabobosi,ezo zatshatyalaliswa kwizizukulwana ezadlulayo.

Uisaya 61

Uisaya 61:1-8