Uisaya 61:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke mna ndonganyelwe nguMoya woMhlekazi *uNdikhoyo,kuba kaloku uNdikhoyo undithambisile.Undithume ukubhengeza iindaba ezimnandi kumahlwempu,ndibophe abantliziyo zingamahlwili,ndibhengeze ukukhululeka kwabathinjwa,ndazise inkululeko kumabanjwa.

Uisaya 61

Uisaya 61:1-6