Uisaya 60:16 Ibhayibhile (XHO96)

Izizwe nezikumkani ziya kukuququzelela,zifane nomfazi okhulisa usana lwakhe.Nawe ke uya kutsho uqonde ukuba ndim mna Ndikhoyo okusindisileyo,wazi ukuba ngenene ukhululwe yiNgangalala enguThixo kaYakobi.

Uisaya 60

Uisaya 60:12-22