Uisaya 6:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

12. Ewe, xa bebonke ndiya kubafudusa,kulo mhlaba kusale kukwanti-zitshile.

13. Noba kungakho mngqandanda usalayo,nawo ngokwawo uya kutshitshiswa kuthi tu!Kambe ke uya kufana nomterebhinte nom-oki,mithi leyo ivelisa ihlumelo yakugawulwa.Kananjalo ke isiphunzi sohlanga siya kuba nalo ihlumelo.”

Uisaya 6