Uisaya 6:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ndibuzile ke mna ndathi:“Koda kube nini na kunje, Mhlekazi?”Ke yena undiphendule wenjenje:“Izixeko zoda zibe ngamabhodlo;ewe, koda kukhal' ibhungane,imizi ingahlalwa bani mpela,nomhlaba ubhuqeke ube yinkangala.

Uisaya 6

Uisaya 6:9-13