Bahamba ngezantya xa besiya kona;bayakhawuleza xa babulala ongenatyala.Ngeengcinga bayila inkohlakalo yodwa;endleleni yabo yimbubho nentshabalalo.