Uisaya 58:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo yabelanani nabo abalambileyo,amahlwempu eembacu niwafake ezindlwini.Abo badlakazelayo baphen' impahla;yekani ukusuka nifulathele amawenu.

Uisaya 58

Uisaya 58:1-8