Uisaya 57:11 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uyabuza, uthi:“Ngoobani ezi zithixo nizoyika kangaka?Ngenxa yazo nide anathembeka,mna anabi sandikhumbula mpela.Ngaba ndithule ndada ndagqithisale nto ningasandazele nto ngoku?

Uisaya 57

Uisaya 57:7-12