abanjalo ndobasa kwintaba yam eyodwa,bonwabe endlwini yam yokuthandaza.Amadini abo atshiswayo kunye neminikeloaya kwamkeleka kwiqonga lam lamadini.Kaloku indlu yam kothiwa yindlu yokuthandaza iintlanga zonke.”