Uisaya 54:1 Ibhayibhile (XHO96)

Danduluka utyibele, ludlolondini Jerusalem!Ewe, hlabel' ingoma umemelele kaloku,nawe, wen' ungazange wayiva inimba.Kaloku lona usizana loba ngunobantwana;loba ngaphezu kwakhe umfaz' onendoda.Ewe, *nguNdikhoyo oyithethileyo loo nto.

Uisaya 54

Uisaya 54:1-9