Uisaya 53:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wanqanyulwa ngengcinezelo nesigwebo.Kwisizukulwana sakhe ngubani oyiqondileyo le nto?Inene, wanqanyulwa kwelabaphilayo;wabethwa ngenxa yezikreqo zamawethu.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-12