Uisaya 53:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti yintando kaNdikhoyo ukuba abandezeleke abulawe,khon' ukuze ukufa kwakhe kube lidini lokungxengxezela izono.Ngoko ke wobona nezizukulwana;uya kukhula ade akhokhobe;ngaye intando kaNdikhoyo yofezekiswa.

Uisaya 53

Uisaya 53:7-12